USanda ufunda ngokubhajetha (IsiXhosa)
R150.00
USanda ufuna izinto ezininzi.
Ufuna i-ayisikrimu…
Ibhayisekile…
Unodoli…
Ufuna nokuya kwisikolo sokukhwela amahashe…
Kodwa akanamali.
Imali adla ngokuba nayo ayihlali xesha lide kuba uyisebenzisa ngokungakhathali. Umama wakhe umnika umngeni: ukusebenzela izinto azifunayo okanye alibale ngokuba nazo. Ingaba oku kuya kuba sisifundo esinzima kuSanda?