{"id":4293,"date":"2022-10-25T07:15:48","date_gmt":"2022-10-25T05:15:48","guid":{"rendered":"https:\/\/blankpagebooks.africa\/?post_type=product&p=4293"},"modified":"2023-08-25T13:53:58","modified_gmt":"2023-08-25T11:53:58","slug":"usanda-ufunda-ngokubhajetha-isixhosa","status":"publish","type":"product","link":"https:\/\/blankpagebooks.africa\/product\/usanda-ufunda-ngokubhajetha-isixhosa\/","title":{"rendered":"USanda ufunda ngokubhajetha (IsiXhosa)"},"content":{"rendered":"
USanda ufuna izinto ezininzi.
\nUfuna i-ayisikrimu\u2026
\nIbhayisekile…
\nUnodoli…
\nUfuna nokuya kwisikolo sokukhwela amahashe…<\/p>\n
Kodwa akanamali.<\/p>\n
Imali adla ngokuba nayo ayihlali xesha lide kuba uyisebenzisa ngokungakhathali. Umama wakhe umnika umngeni: ukusebenzela izinto azifunayo okanye alibale ngokuba nazo. Ingaba oku kuya kuba sisifundo esinzima kuSanda?<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"
USanda ufuna izinto ezininzi.
\nUfuna i-ayisikrimu\u2026
\nIbhayisekile…
\nUnodoli…
\nUfuna nokuya kwisikolo sokukhwela amahashe…<\/p>\n
Kodwa akanamali.<\/p>\n
Imali adla ngokuba nayo ayihlali xesha lide kuba uyisebenzisa ngokungakhathali. Umama wakhe umnika umngeni: ukusebenzela izinto azifunayo okanye alibale ngokuba nazo. Ingaba oku kuya kuba sisifundo esinzima kuSanda?<\/p>\n","protected":false},"featured_media":4752,"comment_status":"closed","ping_status":"closed","template":"","meta":{"jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":false,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","enabled":false}}},"authors":[92],"publishers":[101],"product_cat":[98],"product_tag":[],"jetpack_publicize_connections":[],"yoast_head":"\n